2 Yookumkani 10:14 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi: “Babambeni besaphila!” Bababamba ke, bababulala ngakwiqula laseBhete-ekedi. Yayingamashumi amane amadoda; akasindisanga nalo mnye umntu.

2 Yookumkani 10

2 Yookumkani 10:8-23