2 Yookumkani 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kwesi sithuba ke ukumkani waphinda wathumela elinye igosa lomkhosi kwakuEliya, likwahamba namanye amashumi amahlanu amadoda. Elo gosa lafika lathi kuEliya: “Mfo wakwaThixo, ukumkani uthi: ‘Khawuleza uhle.’ ”

2 Yookumkani 1

2 Yookumkani 1:4-15