2 Yeziganeko 9:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ke zona ezinye iziganeko zolawulo lukaSolomon ukususela ekuqalekeni kude kuye esiphelweni, nâzo kwincwadi yeembali zomshumayeli uNatan, nakwiintshumayelo zika-Ahiya waseShilo, ngokunjalo nakwimibono kaYedi imboni echaza nangoJerobhowam unyana kaNebhati.

2 Yeziganeko 9

2 Yeziganeko 9:23-31