2 Yeziganeko 9:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wayeneqela leenqanawa zokurhweba ezaziqhutywa ngamadoda akwaHiram. Zazibuya kanye ngeminyaka emithathu, zifike zithwele igolide, isiliva, amabamba eendlovu, iinkawu, neemfene.

2 Yeziganeko 9

2 Yeziganeko 9:13-23