2 Yeziganeko 9:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uSolomon wanika ukumkanikazi waseShebha konke awayekunqwenela nawayekucela; wamnika nangaphezu kwezinto awayeze nazo kuye. Ke ukumkanikazi lowo ekunye namaphakathi akhe bajika babuyela kwelakowabo.

2 Yeziganeko 9

2 Yeziganeko 9:8-15