2 Yeziganeko 8:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uSolomon lo amaSirayeli akawafakanga kwibutho labasebenza ngokunyanzelwa, koko wawagayela kumabutho omkhosi, aba ziingqwayi-ngqwayi zomkhosi nababhexeshi beenqwelo, nabakhweli-mahashe.

2 Yeziganeko 8

2 Yeziganeko 8:5-15