2 Yeziganeko 7:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ngosuku lwesibhozo benza intlanganiso. Kaloku itheko lokunikezela iqonga lathatha iintsuku ezisixhenxe, kananjalo nombhiyozo waziintsuku ezisixhenxe.

2 Yeziganeko 7

2 Yeziganeko 7:5-15