2 Yeziganeko 7:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uSolomon wenza idini ngeenkomo ezingamawaka angamashumi amabini anambini, kunye neegusha neebhokhwe ezilikhulu elinamashumi amabini amawaka. Ngaloo ndlela ke ukumkani kunye nabantu bonke bayivula beyinikela indlu kaThixo.

2 Yeziganeko 7

2 Yeziganeko 7:1-13