2 Yeziganeko 6:36 Ibhayibhile (XHO96)

“Xa bathe bakona – kaloku akukho mntu ongoniyo – waza ke wena wakhathazeka wabanikela elutshabeni, luze ke lona lubathimbe lubafuduse, nokuba lubase kwilizwe elikude okanye elikufuphi,

2 Yeziganeko 6

2 Yeziganeko 6:32-42