2 Yeziganeko 6:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke kaloku uSolomon wathi: “*UNdikhoyo wayethe uza kuhlala kwilifu elimnyama;

2. ke mna ndikwakhele ipomakazi lendlu, indawo oya kuhlala kuyo kude kube ngonaphakade.”

3. Lithe lisemi apho lonke elo bandla likaSirayeli, ukumkani wee guququ walithamsanqela,

2 Yeziganeko 6