2 Yeziganeko 36:13 Ibhayibhile (XHO96)

UZedekiya wamvukela ukumkani uNebhukadenezare owayemfungise ngegama likaThixo. Wasuka walukhuni waneenkani, akavuma ukubuyela *kuNdikhoyo uThixo kaSirayeli.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:12-20