2 Yeziganeko 35:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke uJosiya zange ajike, koko wazenza mntu wumbi, wangena edabini. Ewe, zange ayiphulaphule into eyayithethwa kuye nguNeko owayeyalelwe nguThixo – wafunzela kuye, walwa naye kumathafa aseMegido.

2 Yeziganeko 35

2 Yeziganeko 35:16-27