2 Yeziganeko 35:12 Ibhayibhile (XHO96)

Bawabeka bucala amadini atshiswayo, ukuze bawanikezele kwizintlu zemizi, ukuze zinikele kuNdikhoyo njengoko kubhaliwe encwadini kaMosis. Benjenjalo ke nasezinkomeni.

2 Yeziganeko 35

2 Yeziganeko 35:2-14