2 Yeziganeko 35:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uJosiya wenzela *uNdikhoyo itheko *lePasika eJerusalem, laza ke ixhwane lePasika laxhelwa ngomhla weshumi elinesine ngenyanga yokuqala.

2 Yeziganeko 35

2 Yeziganeko 35:1-2