2 Yeziganeko 34:18 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke unobhala uShafan waxelela ukumkani wathi: “Umbingeleli uHilekiya undinike incwadi.” Wandula ke uShafan ukufundela ukumkani incwadi leyo.

2 Yeziganeko 34

2 Yeziganeko 34:17-19