2 Yeziganeko 34:15 Ibhayibhile (XHO96)

UHilekiya wathetha noShafan unobhala, wathi: “Apha endlwini kaNdikhoyo ndiyifumene incwadi yomthetho.” Waza ke wayinika uShafan.

2 Yeziganeko 34

2 Yeziganeko 34:7-23