2 Yeziganeko 33:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke yena uManase wamlahlekisa uJuda nabantu baseJerusalem, ngangokuba bade babalasele ekwenzeni ububi kunezo zizwe wazitshabalalisayo uNdikhoyo phambi kwamaSirayeli.

2 Yeziganeko 33

2 Yeziganeko 33:8-10