2 Yeziganeko 33:6 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana bakhe ncam wabafaka emlilweni, esenza idini ngabo kwintili kaBhen-hinom. Wayethe phithi yimilingo, ukuvumisa, nobugqwirha, ehamba kumagqirha noosiyazi. Wayegqithisile ukwenza ububi emehlweni kaNdikhoyo, emqumbisa.

2 Yeziganeko 33

2 Yeziganeko 33:1-7