2 Yeziganeko 33:3 Ibhayibhile (XHO96)

Iindawo eziphakamileyo zonqulo ezazidilizwe nguyise uHezekiya yena wabuya wazivusa, kananjalo wakhela ooBhali amaqonga, wenza neentsika zika-Ashera. Wayequbuda nakwiindidi zonke zeenkwenkwezi, ezinqula.

2 Yeziganeko 33

2 Yeziganeko 33:1-7