2 Yeziganeko 33:20 Ibhayibhile (XHO96)

UManase ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa kwibhotwe lakhe. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uAmon.

2 Yeziganeko 33

2 Yeziganeko 33:11-23