2 Yeziganeko 33:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ezinye zeziganeko zolawulo lukaManase, kunye nomthandazo wakhe kuThixo wakhe, namazwi awathethwa ngabashumayeli kuye egameni likaNdikhoyo uThixo kaSirayeli, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaSirayeli.

2 Yeziganeko 33

2 Yeziganeko 33:16-25