2 Yeziganeko 33:13 Ibhayibhile (XHO96)

Akuthandaza ke, uNdikhoyo wachukumiseka sisikhungo sakhe, wakuphulaphula ukuzibika kwakhe; ngoko ke wambuyisela embusweni wakhe eJerusalem. Watsho waqonda ke uManase ukuba uNdikhoyo nguThixo.

2 Yeziganeko 33

2 Yeziganeko 33:10-14