2 Yeziganeko 33:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uNdikhoyo wabazisela iingqwayi-ngqwayi zomkhosi wokumkani waseAsiriya, owafika wamthimba uManase walibanjwa, wamqhoga impumlo, wambopha ngamakhamandela obhedu, wamsa eBhabheli.

2 Yeziganeko 33

2 Yeziganeko 33:9-18