2 Yeziganeko 32:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wazabalaza ezilungisa zonke iindawo ezonakeleyo eludongeni, esakha neenqaba eziphakamileyo. Wakha nolunye udonga ngaphaya kwalo, waza walomeleza ungqameko lwesixeko sikaDavide. Kananjalo wenza nentaphane yezixhobo kunye namakhaka.

2 Yeziganeko 32

2 Yeziganeko 32:1-8