2 Yeziganeko 32:11 Ibhayibhile (XHO96)

UHezekiya lo uthi: ‘UNdikhoyo uThixo wethu uza kusihlangula esandleni sokumkani weAsiriya,’ uyanilahlekisa, ufuna nibulawe yindlala nalunxano.

2 Yeziganeko 32

2 Yeziganeko 32:1-12