2 Yeziganeko 31:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani warhuma kwezakhe izinto, wanikela amadini atshiswayo akusasa nawamatshona, kwakunye namadini atshiswayo *eMihla yokuPhumla, awokuthwasa kwenyanga, nawamatheko amisiweyo, njengoko kubhaliweyo emthethweni kaNdikhoyo.

2 Yeziganeko 31

2 Yeziganeko 31:1-9