2 Yeziganeko 31:18 Ibhayibhile (XHO96)

Babandakanya nabantwana, abafazi, oonyana neentombi zebandla lonke, abo bakuludwe lweenkcukacha zomlibo. Kaloku babethembekile ekuzihlambululeni.

2 Yeziganeko 31

2 Yeziganeko 31:13-21