2 Yeziganeko 31:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wayencediswa nguEden, uMiniyamin, uYeshuwa, uShemaya, uAmariya, noShekaniya, besebenza ngenyameko kwiidolophu zababingeleli, ababingeleli bebabela ngokwamaqela abo, abadala kwanabanci, bengenagobe.

2 Yeziganeko 31

2 Yeziganeko 31:9-21