2 Yeziganeko 30:1 Ibhayibhile (XHO96)

UHezekiya wathumela ilizwi kuye wonke uSirayeli noJuda, wabhala neeleta, wazithumela kwaEfrayim nakwaManase, ebamema ukuba baye endlwini *kaNdikhoyo eJerusalem, baye kubhiyozela iPasika kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli.

2 Yeziganeko 30

2 Yeziganeko 30:1-3