2 Yeziganeko 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Izikhonkwane zegolide ezazisetyenziswa zazinobunzima obungamakhulu amahlanu anamashumi asixhenxe eegram. Kananjalo namagumbi aphezulu wawatyabeka kwangegolide.

2 Yeziganeko 3

2 Yeziganeko 3:4-15