2 Yeziganeko 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yona ivaranda phambili phaya yayiziimitha ezilithoba ububanzi, ukuphakama kuziimitha ezingamashumi amahlanu anane. Umphakathi lo ke wona wawutyatyekwe ngegolide.

2 Yeziganeko 3

2 Yeziganeko 3:1-10