2 Yeziganeko 29:7 Ibhayibhile (XHO96)

Bazivala iingcango zevaranda, bazicima nezibane. Bayeka ukwenza iziqhumiso, kananjalo nokumenzela amadini atshiswayo uThixo kaSirayeli kwindawo engcwele.

2 Yeziganeko 29

2 Yeziganeko 29:3-9