2 Yeziganeko 29:32 Ibhayibhile (XHO96)

Amadini awenziwa libandla elo yayingamashumi asixhenxe eenkunzi zeenkomo, ikhulu leenkunzi zeegusha, namakhulu amabini amaxhwane angamaduna; zizonke ezo zinto zenzelwa uNdikhoyo idini elitshiswayo.

2 Yeziganeko 29

2 Yeziganeko 29:24-36