2 Yeziganeko 29:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uHezekiya enamaphakathi bayalela abaLevi ukuba badumise uNdikhoyo ngamazwi kaDavide kunye nawemboni uAsafu. Ngoko ke batsho ngentswahla bedumisa ngovuyo olukhulu, baza ke bakhahlela benqula.

2 Yeziganeko 29

2 Yeziganeko 29:26-36