2 Yeziganeko 29:27 Ibhayibhile (XHO96)

UHezekiya ke wayalela ukuba kwenziwe idini elitshiswayo apho eqongeni. Lathi ke lakuqaliswa idini elo, yaqalisa nengoma kudunyiswa uNdikhoyo, ikhatshwa ngamaxilongo nezikhalisi zikaDavide ukumkani wakwaSirayeli.

2 Yeziganeko 29

2 Yeziganeko 29:21-28