2 Yeziganeko 29:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wamisa abaLevi endlwini kaNdikhoyo bephethe amacangci, iihapu, kunye nemirhubhe, ngalaa ndlela yayimiswe nguDavide, nemboni kakumkani uGadi, noNatan *umshumayeli – ndlela leyo ke yayiyalelwe nguNdikhoyo ngabashumayeli bakhe.

2 Yeziganeko 29

2 Yeziganeko 29:18-26