2 Yeziganeko 29:12 Ibhayibhile (XHO96)

Aba baLevi ke bangena emsebenzini:kumaKohati: uMahati unyana ka-Amasayi, noYoweli unyana ka-Azariya;kumaMerari: uKishe unyana ka-Abhedi, noAzariya unyana kaJehaleli;kumaGershon: uJowa unyana kaZima, noEden unyana kaJowa;

2 Yeziganeko 29

2 Yeziganeko 29:10-22