2 Yeziganeko 28:8 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli emka namabanjwa angamawawo, amakhulu amabini amawaka, bengabafazi, amantombazana, namakhwenkwe. Kanti ke bemka nento eninzi yamaxhoba, baya nayo eSamariya.

2 Yeziganeko 28

2 Yeziganeko 28:1-16