2 Yeziganeko 28:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uNdikhoyo uThixo wakhe wamnikela kukumkani wama-Aram. Ama-Aram amoyisa, athimba abantu abaninzi, aya nabo eDamasko.Kananjalo wanikelwa nasesandleni sokumkani wakwaSirayeli owamshiya neengxwelerha ezininzi.

2 Yeziganeko 28

2 Yeziganeko 28:1-13