2 Yeziganeko 28:13 Ibhayibhile (XHO96)

zathi: “Musani ukuza nabo apha abo bathinjwa, kuba siya kuba netyala phambi koNdikhoyo. Ngaba nifuna ukusongeza na isono netyala lethu? Kaloku ityala lethu selilikhulu kakade, nengqumbo kaNdikhoyo iphezu koSirayeli.”

2 Yeziganeko 28

2 Yeziganeko 28:12-18