2 Yeziganeko 26:23 Ibhayibhile (XHO96)

U-Uziya ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa kufuphi nabo kumhlaba wokungcwaba owawungowookumkani, kuba abantu besithi: “Kaloku ebeneqhenqa.” Unyana wakhe uYotam wangena esikhundleni sakhe.

2 Yeziganeko 26

2 Yeziganeko 26:20-23