2 Yeziganeko 26:19 Ibhayibhile (XHO96)

U-Uziya wayephethe umcephe ngesandla, selelungele ukwenza isiqhumiso. Ke kaloku wasuka wacaphuka. Uthe ke esavutha njalo umsindo kubo ababingeleli abo apho phambi kweqonga endlwini kaNdikhoyo, suka iqhenqa lee tyaba ebunzini lakhe.

2 Yeziganeko 26

2 Yeziganeko 26:11-20