2 Yeziganeko 26:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe akuba ekhulile wanobungangamsha, u-Uziya wangenelwa likratshi elamrhuqela ekuweni. Wasuka akathembeka kuNdikhoyo uThixo wakhe, wada wangena endlwini kaNdikhoyo wenza isiqhumiso eqongeni leziqhumiso.

2 Yeziganeko 26

2 Yeziganeko 26:10-23