2 Yeziganeko 26:10 Ibhayibhile (XHO96)

Nasentlango wakha iinqaba, wemba namaqula amaninzi njengoko wayenemfuyo eninzi emazantsi eentaba nasemathafeni. Wayenabasebenzi bamasimi nabezidiliya ezintabeni nakwimihlaba echumayo – kaloku wayewuthanda umhlaba.

2 Yeziganeko 26

2 Yeziganeko 26:1-15