2 Yeziganeko 25:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uAmaziya ukumkani wakwaJuda uthe akuba ethetha-thethene nabacebisi bakhe wasuka wathumela ecel' umngeni kuYehowashe unyana kaYowahazi, kaYehu ukumkani wakwaSirayeli, esithi: “Yiza sihlangane!”

2 Yeziganeko 25

2 Yeziganeko 25:8-26