2 Yeziganeko 24:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ukurhoxa kwawo ama-Aram lawo amshiya emngxwelerhile uYowashe. Amaphakathi akhe amenzela iyelenqe, aza ambulala ngenxa yokuba wabulala unyana wombingeleli uJoyada; ewe, bambulalela emandlalweni wakhe. Wafa ke, waza wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide, phofu akafihlwa phakathi kookumkani.

2 Yeziganeko 24

2 Yeziganeko 24:18-27