2 Yeziganeko 24:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ngentlakohlaza yaloo nyaka umkhosi wama-Aram wahlasela uYowashe, wamngenela uJuda neJerusalem, wazibulala zonke iinkokheli zabantu. Amaxhoba onke bawathumela kukumkani wabo eDamasko.

2 Yeziganeko 24

2 Yeziganeko 24:17-27