2 Yeziganeko 23:6 Ibhayibhile (XHO96)

Makungabikho mntu ungenayo endlwini kaNdikhoyo ngaphandle kwababingeleli nabaLevi abasebenzayo. Bona bangangena, kuba bahlambulukile, kambe ke bonke abanye mabalinde ngokwezinto abamiselwe zona nguNdikhoyo.

2 Yeziganeko 23

2 Yeziganeko 23:1-12