2 Yeziganeko 23:17 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke ke abantu baya endlwini yokunqula uBhali, bafika bayidiliza. Bawantlekeza amaqonga ndawonye nemifanekiso, baza bambulala umbingeleli kaBhali uMatan apho phambi kwamaqonga.

2 Yeziganeko 23

2 Yeziganeko 23:11-21