2 Yeziganeko 23:10 Ibhayibhile (XHO96)

Onke amadoda wawamisa aphahla ukumkani exhobile, bemi ngaseqongeni lendlu kaThixo, ukusukela kwicala elingasezantsi ukuya kwelingasentla apho endlwini kaThixo.

2 Yeziganeko 23

2 Yeziganeko 23:2-12